kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

zahara – bawo كلمات اغاني

Loading...

[verse 1]
izithembiso zam
iintsikelelo zam
ubomi bam bukuwe
lelilizwe liyadidizela
abanye baya ngale abanye baya ngale
kuvelwa kusembiswa iinzingo zinintsi

[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade

[verse 2]
ndithi ndithathe elithuba
ndicele kuwe ng_yoyonkinto ngonyama
into ilele esandleni sakho
bawo ndizimisa kuwe

[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
[bridge]
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe
dwala lam, msindisi wam
ndizimisa kuwe

[chorus]
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakade
bawo ndizimisa kuwe
liwa laphakadе

[outro]
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakade
liwa laphakadе

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...