kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

vuyina – umona كلمات اغاني

Loading...

[intro]
hm, mhm, mhm, hm
hmh

[pre_chorus]
bathi ndimoshile
bathi ndisonile, baphi abazali bam’?
uba bendibonile
uba anindifuni ngeba ndahamba kudala
nindi_trafel’izono zikabani?
mna ndiziphushel’ u_life
xa ndinyuka sinyuka sobabini

[chorus]
udliwa ngumona yini? (woah oh)
udliwa ngumona yini? (udliwa ngumona yini?)
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)
undibiza amagama
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)

[verse]
undibiza amagama
awuboni uk’ba awakhi?
andikho ekhaya apha ndilahlwe ngaphandle
nditheth’ amacala ub’suku nemini
ndixolela ukuhamba, ndiyaphi andazi
sendaphola zonke into’ndeza zona
soze ndizilibale mna, soze mzali wam’
wathetha ngami kakubi emphakathini
oko undijongele phansi
nimoshela ukwakhelwa ubomi obu_right
[pre_chorus]
bathi ndimoshile
bathi ndisonile, baphi abazali bam’?
uba bendibonile
uba anindifuni ngeba ndahamba kudala
nindi_trafel’izono zikabani?
mna ndiziphushel’ u_life
xa ndinyuka sinyuka sobabini

[chorus]
udliwa ngumona yini? (woah oh)
udliwa ngumona yini? (udliwa ngumona yini?)
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)
undibiza amagama
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)
undibiza amagama
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)
undibiza amagama
(andisoze ndizilibale)
(sasihlala sonke mna nawe)

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...