kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

tyler icu – ngthande كلمات اغاني

Loading...

woah woah
woah woah
ndikhule ndingena nto
ngothando luka mama
ndandonwabile ndandi khuselekile
ndikhule ndingena nto
ngothando luka mama
ndandonwabile ndandi bendilungile
andifuni kakhulu ndifuna nje
ukwenza umama azithe ngam
ndifuna nje uk_mthengela ikhaya
andifuni kakhulu ndifuna nje
ukwenza umama azithe ngam
ndifuna nje uk_mthengela ikhaya
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ayi utyler aka tshelwa
ndikhule ndingena nto
ngothando luka mama
ndandonwabile ndandi khuselekilе
ndikhule ndingena nto
ngothando luka mama
ndandonwabile bеndi lungile
andifuni kakhulu ndifuna nje
ukwenza umama azithe ngam
ndifuna nje uk_mthengela ikhaya
andifuni kakhulu ndifuna nje
ukwenza umama azithe ngam
ndifuna nje uk_mthengela ikhaya
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo
ndimthande ngalendlela andithanda ng_yo

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...