tlr dezz – niyathanda ubuza كلمات اغاني
ufun’uthini andikuva
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
asilali senz’uqhusa
ngok’umakhelwane ubiz’amaphuza
ubaby uth’ufun’ukuza
qha ok’amadyan ekasi ayamfuna
mngani ngawuyek’ukundivusa
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
nonke niyatghand’ubuzaaa
kodwa niyasazi senz’uqhusa
abanintsi bayasinqulaaa
kwaye nasebusuku bayasiphupha
nonke niyazulisa
biz’amaphoyisa
ndidibana nejugde ndinganxilanga ndizoyiwin’icase
banye bayaxolisa
ukhon’ozolila
ufun’ufana nam ndiyakucebisa bruh nyus’ipase
ufun’uthini andikuvaaa
medi yam bayayifunaaa
kodw’abaz’umvaaa
andivumi andivumi
ufun’uthini andikuva
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
asilali senz’uqhusa
ngok’umakhelwane ubiz’amaphuza
ubaby uth’ufun’ukuza
qha ok’amadyan ekasi ayamfuna
mngani ngawuyek’ukundivusa
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
thetha ngoku ndiyasabela
bonk’aphe ekasi bayayaz’uk_9 ngumpetha
hlala phantsi awunondimela
ndifika kuthi hhu ekasi ndisus’amaphepha
ngalo mculo ndiyaskarela
andilali ndibhal’estudio ndifun’amaphepha
ngalo mntana ndiyazifela
yeh madyan nonke apha anikwaz’umkhetha
xa ndifika bathi whoaw! wenzani?
ndibe ndigobis’iqolo k_mnandi
ndizohamba naye for sure epatini
yekabani le mfonomfono? andiyazi
andinandaba bathini yek’undivusa ngoba ndizobe ndisuk’epatini yeah
ngabo bobabini suphikisa ndibabone eparkini
its k_9
ufun’uthini andikuva
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
asilali senz’uqhusa
ngok’umakhelwane ubiz’amaphuza
ubaby uth’ufun’ukuza
qha ok’amadyan ekasi ayamfuna
mngani ngawuyek’ukundivusa
nonke aph’ekasi niyathand’ubuza
كلمات أغنية عشوائية
- crash test dummies › crash test dummies – liverpool lullaby كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – the tide كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – the big time كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – taste and see كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – strong love كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – stay with me كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – sing aloud كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – say you need love كلمات اغاني
- luka bloom › luka bloom – perfect groove كلمات اغاني
- newsboys › newsboys – praises (take my hands) كلمات اغاني