kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

tlr dezz – luthando lodwa كلمات اغاني

Loading...

kudala ndisiwa ndivuka ndikhangela onjengawe
intliziyo bendophula ndisithi asoze ndiphinde ndithand
mamela boo wena ungowamee
ndyafunga struu asoze ndidlale ngawe

nzokunika konke okufunayo mna ndicela ube ngowam
angabikho ocheatayo thina sixelelane inyani

asoze ndidlale ngawe
sondela k_m ndikthande
bendicela undimamele
nzokwenza umrs ngwane

asoze ndidlale ngawe
sondela k_m ndikthande
bendicela undimamele
nzokwenza umrs ngwane

kudala ndisiwa ndivuka ndikhangela onjengawе
intliziyo bendophula ndisithi asoze ndiphinde ndithand
mamеla boo wena ungowamee
ndyafunga struu asoze ndidlale ngawe

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...