kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

thesis za – sondela kum كلمات اغاني

Loading...

ndiyaz’ cengela kuwe
ndiyaz’ngxengxezela kuwe
lonk’ixesha, zonk’iindlela
bonk’ubomi bam

khaw’sondele k-m, sana lwam sondela k-m
nje ngo nina ndikonile, ndikubethe ngo yaba

ndiyaz’ cengela kuwe
ndiyaz’ngxengxezela kuwe
lonk’ixesha, zonk’iindlela
bonk’ubomi bam

khaw’sondele k-m, sana lwam sondela k-m
nje ngo nina ndikonile, ndikubethe ngo yaba

aw’lwaz’uthando x 2
sana likakunya, awulwaz’uthando
ulivinjiwe

sana lwam, buya

sondela k-m, sana lwam sondela k-m
nje ngo nina ndikonile, ndikubethe ngo yaba

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...