kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

the soil (sa) – inkomo كلمات اغاني

Loading...

n-z- inkomo ebuhlanti
kuvume nabaphantsi
besithi eyi sani
kutheni ungekhamthati
ndathi yonk’int’irighti
yena ungowami
kodwa kukhona ingxaki
utata’khe akandifuni
[x 2]

ndathi ndisahleli phantsi komthi
yadlula yona leyontokazi
ndiyaqonda ibiyokha amanzi
phaya ezantsi emlangeni
ndaphakama mna ndayilandela
njengo clever wase rhawutini ndasondela
molo sana ndicela ukuhamba nawe
elothutyana ndivumele ndithethe nawe ndiyi ntsika

yekhaya ikhaya lakwa ngxanga
ndiyi nkosi ndikwenze inkosazana
yam bamb’isandlasam s’thandwa
uzakuba ngumama wabantwana bam
ndiyazibuza umhle kangaka ukhetha mna amadoda engaka ndizakubiza utata wam
nawe ubize utata wakho
bahlale phantsi bobabili baxoxisane

samza ndiyoyika (hayi ayikho int’enjalo)
ndoyika umama no tata (hayiko int’enjalo)
umama uzakundi krwitsha utata
uzakundibetha
athi ndiya jola

ntsika ndiyoyika
umama uzakundibetha utata uzakundi krwitsha krwitsha
athi ndiyajola
hayi andikaze mna ndiyibone intombazane entle nje ng-ye please ntombazane uzundimamele nditheth’inyan’ sthandwa undi charmile ebusuku sthandwa sam mna ndibonisiwe mna nawe baby sesitshatile please ntombazane uzundikholelwe ndithet’inyani sthandwa ndikuthandile

tata’khe akandifuni
akandifuni tata’khe
akandifuni…

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...