kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

thandiswa mazwai – ingoma (live) كلمات اغاني

Loading...

[intro]
unje ngengoma
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho

unje ngengoma wena
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho

[chorus]
yhe wena uyingoma
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma we (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, uyingoma we)

wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma we (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(wen’uyingoma)

[verse 1]
nto zalomhlaba andizikhathalelanga
ukuth’ubani, uthini andina msebenzi
oh! ndiyamthand’ ubaby
unje ngengoma yena
engishay’ ubusuku bonke
ngiyokwenze njani ngaphandle kwakho
[chorus]
yhe wena uyingoma
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma we (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, uyingoma we)

(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(wen’uyingoma)

[verse 2]
oh sweety wena uyingoma k_m
any time of the day
any day of the week
any day of the year
oh! uyadlisa baby
uyingoma wena
eng’shay’ubusuku bonke
ngiyokwenze njani, ngaphandle kwakho

[chorus]
yhe wena uyingoma
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma we (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, uyingoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(wen’uyingoma)

[verse 3]
you are music, sthandwa sam, to me
a relentless song engandiniki buthongo
ingoma endiyithanda nanini na
nanini na, nanini na
ngoma wena w_ngena k_m
wenza umziba wam ikhaya lakho
watsho k_m ngaphakathi, mhhhh
i felt it deep inside
i felt it deep inside
oh ngomandini wandiphatha ndaguquka (ngoma we, ngoma we)
soze ndiphinde ndiyive into enje ngalena (ngoma we, ngoma we)

[bridge]
oh sthandwa sam! (ngoma we, ngoma we)
uyingoma wena (ngoma we, ngoma we)
uyingoma wena (ngoma we, ngoma we)
ingoma ephil’apha k_m emzimbeni (ngoma we, ngoma we)
ingom’ emnandi, ingom’ engadikiyo (ngoma we, ngoma we)
ingom’ emangadikiyo (ngoma we, ngoma we)

[chorus]
yhe wena uyingoma
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
ingom’ emangadikiyo (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, uyingoma we)
yhe wena uyingoma
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
wen’uyingoma (ngoma we)
ingom’ emangadikiyo (ngoma we)
(ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, uyingoma we)

(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(ngoma we, ngoma we, ngoma we)
(wen’uyingoma)

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...