kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

thandiswa mazwai – abenguni كلمات اغاني

Loading...

[chorus]
andihambi ndedwa
ndikhatshwa ngomakhulu bam
izinyanya zam, nookhokho bam
akho nt’ uzawuyenza
awunamandla wena
ngek’ uymele lent’ oyenzayo

[verse]
sondel’ apha mhlobam
ndikuxoxel’ indaba, yeah mh
indaba ngookhokho bethu
ngookhokho bethu, abenguni

kuthwa kudala, kudala
umhlab’ useyimveku
babeph phezulu, phaya phesheya
besela ngothakanyika

whoyo ndithi woyi woyi
ndizalwa ngabenguni
whoyo ndithi woyi woyi
ndizalwa ngabenguni

[chorus]
andihambi ndedwa
ndikhatshwa ngomakhulu bam
izinyanya zam, nookhokho bam
akho nt’ uzawuyenza
awunamandla wena
ngek’ uymele lent’ oyenzayo

[bridge]
oh mina, mina, mina ndisuka kude lena
oh mina, oh mina, mina
ndawel’ umlamb’ omkhulu izambezi nelimpopo

amambo namyeren namakharanga
amalala amahimba amashona
amakikuyu, amaxhosa amazulu
amandebele
oh mayibo!

amambo namyeren namakharanga
amalala amahimba amashona
amakikuyu, amaxhosa amazulu
oh mayibo!

[chorus]
andihambi ndedwa
ndikhatshwa ngomakhulu bam
izinyanya zam, nookhokho bam
akho nt’ uzawuyenza
awunamandla wena
ngek’ uymele lent’ oyenzayo

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...