kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

svuyo kumkani – slindele wena كلمات اغاني

Loading...

verse:
mvelinqangi
veza uthando lwakho
iafrica ikomele
fafaza ngo thando lwakho x 2

chorus:
silindele wena (silindele wena)
silindele wena (silindele wena)
ohh som’nini nanini
that’indawo yakho
sithembele kuwe (sithembele kuwe)
sithembele kuwe (sithembele kuwe)
smakade
that ‘indawo yakho

verse:
mvelinqangi
veza umusa wakho
iafrica ikomele
fafaza ngo musa wakho x 2

chorus:
silindele wena (silindele wena)
silindele wena (silindele wena)
ohh smakade
that ‘indawo yakho
sithembele kuwe (sithembele kuwe)
sithembele kuwe (sithembele kuwe)
sithembele kuwe (sithembele kuwe
that ‘indawo yakho

bridge:
amazwi wokuphila akuwe
n0bungqongqoshe bungobakho
that’indawo yakho
phakama
(phakama)
phakama
(phakama)
phakama
(phakama)
that’indawo yakho x 2

outro:
phakama
(phakama)
siyashweleza
(phakama)
siyakudinga baba
(phakama)
thath ‘indawo yakho
phakama
(phakama)
siyakudinga
(phakama)
amandla wokuphila wonga kuwe
(phakama)
ungus’makade
thath ‘indawo yakho
somnini nanin
oooh phakama
(phakama)
yeaaah ooooh
(phakama)
hallelujah
(phakama)
siyazithoba phambi kwakho
(phakama)
som’nini nanini, yeaah
thath’ indawo yakho
phakama
(thath’ indawo yakho)
thathi ‘ndawo yakho

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...