siyanda dyonase – ndiye كلمات اغاني
[intro: siyanda dyonase]
izono zam, mazixolelwe
ukuze impilo nayo iqhubeke
zosuka ndiye kubawo
ndithi bawo mandixolelwe
impilo inzima, impilo injani?
mna ndikhumbula ekhaya
indlela zam mazithyileke
ndosuka ndiye kubawo
[chorus : siyanda dyonase]
ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
[verse 1: bra leo]
awunkosi ndizenzile izenzo mina
ezikwenza uzisole ngokudalileyo
kodwa manje ngiwa ngedolo,ngicela uxolo nguvumizono
ngoba ndiyazithandela ubumani
[verse :2 bra leo]
inkinga ngithanda amachery amaninzi, imali eninzi, ngijava ubusuku nemini, nam angazi ngithini iyohooo
kodwa manje ngiwa ngedolo, ngicela uxolo, ngivuma izono ngoba ngiyazithandela ubumandi
chorus [siyanda dyonase and bra lio]
ndiye, ndiye ,ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye, ndiye ndiye, ndiyemna endlin yakhe
كلمات أغنية عشوائية
- air › air – once upon a time كلمات اغاني
- air › air – one hell of a party كلمات اغاني
- air › air – napalm love كلمات اغاني
- air › air – left bank كلمات اغاني
- air › air – photograph كلمات اغاني
- air › air – mer du japon كلمات اغاني
- air › air – somewhere between waking and sleeping كلمات اغاني
- air › air – redhead girl كلمات اغاني
- air › air – do the joy كلمات اغاني
- air › air – so light is her football كلمات اغاني