kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

simphiwe dana – masibambaneni كلمات اغاني

Loading...

[intro _ salif keita and simphiwe dana]
africa o
[?]
zemk’ iinkomo magwala ndini
zemk’ iinkomo magwala ndini
zemk’ iinkomo magwala ndini

[verse 1 _ salif keita]
[?]

[pre_chorus]
zemk’ iinkomo magwala ndini
zemk’ iinkomo magwala ndini

[chorus _ simphiwe dana]
masibambaneni, bambane ngezandla
masibambaneni, bambane ngezandla
masibambaneni, bambane ngezandla
masibambaneni, bambane ngezandla

[verse 2 _ simphiwe dana]
we maafrika saxhwithana njena
wemzi ka madikizela nilwa ngantoni na?
zemk’ iinkomo magwala ndini!
zimkile iinkomo zobaba
zimke namanzi na?
ndiyabuza zimke namanzi na?
zimkil’ iinkomo zomama
zimke nezithunzela?
ndiyabuza

[chorus _ simphiwe dana]
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(ngezandla masibambaneni)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(ngezandla masibambaneni)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla

[verse 3 _ salif keita]
[?]

[chorus _ simphiwe dana]
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(ngezandla masibambaneni)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla
(ngezandla masibambaneni)
masibambaneni, bambane ngezandla
(izandla mazibambane)
masibambaneni, bambane ngezandla

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...