kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

robeatsrsa – qhusa كلمات اغاني

Loading...

intro
yhea!! [cash!!cash!!made it]
mr rambo one time second time will be a copy
ndivaya no zetman [yoo! exe yibeat le n0bayibeat track]

khaundinike!!!

verse 1
yabona siniyazenzele eish mara kunjani
thina sifika simoshe kwalo party yindaba kabani
apha akho kulobani uzoqhawuka un0bathana
zetman no rambo ntwana sirich like i rhino
compare izuka then uphuwa njenge skoli
xasifika khalu qhusa ndim u drive ndayisusa
call me undertake xawusile ndiza nebhokisi
gada amazwi wakho azokufaka e paradise
azange ndamdlala u three even sendijula idayisi
e partini andibutyi na cherry ndibelieve i cherry e cherini
ndithi indoda еmadodeni khawunjonge nantso yasuka
man to man kwi cage ntwana ngaba uzophumaphi
now еzinye ziyanjamela ziyaz’ buza u rambo uvelaphi
ntwana jonga zakho indaba uzoz’libala ubusukaphi
zetman nike branti zonke zohamba nge dolo
andithi sitshilo kukhala qhusa!!!

chorus
khawunjonge bayazenzela eish mara kanjani!!
thina sifika simoshe kwalo party yindaba kabani?
khawunjonge bayazenzela eish mara kanjani
thina sifika simoshe kwalo party yindaba kabani?
xasikhona kutshonwale!! nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
[undiphamahlwahlwa mani khaundinike]

verse 2
nditshilo ndisezo galale nqadwa ngomhluzi wekomo
now ezintwana ziyandidelela sani ndikule ndity’nkobe
ndithi qala ezam izinja yabangathi kuqhwasa ihlobo
sarni ndikufake endiphini zange ndakubona elokishini
welcome to record label yabangathi uphuma etiphini
nice time it’s over ngathi ligrwala eliphum’ezibhatyini
u top u underground k_m usemva okwamadolo enkukhu
i’m boxer but i two rounds zindifanele girl
zangomsindo wengonyama ndiphila ndiphola ekwe ice efrigini
zonke animals ziyathanda undi actela kwi zoo
ngcono undivume sarni ndiyinja ndinga nje ufakelwa umsila
thatha iz’pikha nhe headphones sarni umamele lengoma
ndzova usithi watsha!! watsha!! kanti
ncela umamele kakuhle ndifaka i fans endleleni
zikhona ezizodla kulomculo umnwe ophakathi kongathandi
khatha 100% zonke ezintwana zifake i rap

chorus
khawunjonge bayazenzela eish mara kanjani!!
thina sifika simoshe kwalo party yindaba kabani?
khawunjonge bayazenzela eish mara kanjani
thina sifika simoshe kwalo party yindaba kabani?
xasikhona kutshonwale!! nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
xasikhona kutshonwale nale!! qhusaa!!
[beat continue]

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...