kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ringo madlingozi – ncel’ukbuza كلمات اغاني

Loading...

ncel’ukbuza uzondikhumbula xa ndingeko uzoyokhumbul ingoma yam.
ndicel’ukculela lengoma yothando uyazi ndiyakuthanda uyazi ndiyakfuna

ndibambe tu, ndibambe n0ba kutheni na inyaniso lendivayo,
amahem_ hem athi uyahamba uzifumanele ubumi obutsha
heyy iza k_m musuk’thanda buza ikamva lako
liqhakazile, imini zonke yenza yonke ndibona wena wedwa.

ndibambe tu, masiye phezulu
luthando olu luzayo
amahem_hem athi s’yahamba uzifumanele ubumi obumi obutsha.
sondela k_m masiye phezulu ikamva lethu
liqhakazile imini zonke intsuku zonke ndibona wena wedwa.

ndifuna wena wedwa
sithandwa sam
ndibona wena wedwa
uzondikhumbulaaaa

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...