kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ringo madlingozi – kum nakum كلمات اغاني

Loading...

k_m nak_m lyrics
[verse 1]
suka!
mfo, uyandisitha, bhekela!
heh man, dlula!
awuboni uyandiphazamisa?
yhooo!
sisimadzadza lo mntana, yo
yiv’ ilizwi lakhe (ndicel’ ukhlala ndendwa)
ndifun’ ukhlala nawe (yima bhuti)
andikhathali (andifuni wena)

shhhhh, mamela
intliziyo yakho neyam
zibetha kanye
thembisa, kuyohlala kunjalo
ngoba, ei ndiyakuthembisa

[chorus]
ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m

ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m
[verse 2]
ndyakufela, ei!
ndiyakthanda
amaqhing’ aphelile, ndyazifela
sondela sthandwa
sisimadzadza lo mntana, yo
yiv’ ilizwi lakhe (ndicel’ igama lakho)
khawlengez’ (nd’zoklengeza, ndifuna wena)

[chorus]
oooh!
ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m

ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m

thile thile (thana nana)
thana nana (nana nana)
thile thile

[chorus]
oooh!
ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m
ngekhe, angekhe ndakulibala
nanini na
uyawhlal’ uhlel’ engqondweni yam’
uyinto yonke k_m, nak_m

[post_chorus]
thana nana
ayoo (uthini na?)
thana nana
ayoo (uthini na?)
thana nana

woooooo wooo (wooo wo! woza dali)
woooooo wooo (wooo wo, woza sweetie)
wooo wo! woza dali
angeke angekhe (wooo wo, woza sweetie)
angekhe ndakulibala (wooo wo, woza sweetie)
ayoo! ooohhh

[outro]
awu mntas’ ekhaya
ndingakulibala kanjani
phez’ kwayo yonke ondenzele yona
awu
kuzo zonke izinto ondbonise zona
angekhe ndikulibale. yho
yinto engekhe yenzeke leyo
k_m, nak_m, kanti nak_m futh, angekhe
angekhe, angekhe, angekhe

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...