kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

phiwe-g ft lpee – imbali كلمات اغاني

Loading...

[chorus]
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi ethandwa ndim
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi efunwa ndim//
ndiyakuthanda baby
ndiyakufuna baby
ndiyakuthanda baby
ndifun’ukuba nawe

{ verse 1 _ phiwe_g }
bendimbon’estratwen
ndihamba namajita
xa ndimjong’emehlweni

wandijonga nam
ndifun’umenzowam
ndifun’abe ngowam
you were made for me
and we were meant to be
you my light in the dark uyayazi na? _2
you my light in the dark uyayazi na?(hey)

{ verse 2 _ lpee}
yhe!!
nam ndiyak’funa _2
ndifun’ubangowakho
ube’ lubambo lwam
ngob’uncumo lwakho
lolwe golide ndiy’kuthanda baby..
{ bridge }
wena ndifun’ukwenzo wami _3(phiwe_g)
nam ndifun’uba ngowakho _3 (lpee)

[chorus]
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi ethandwa ndim
ndikhe ndahamba ndabona
le ntombi efunwa ndim//
ndiyakuthanda baby
ndiyakufuna baby
ndiyakuthanda baby
ndifun’ukuba nawe

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...