kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

nathi – malumekazi كلمات اغاني

Loading...

[chorus]
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu

[verse]
usiphakel’ amaqatha mancinci
ingathi inyama ithengwa nguw’, aphendlini uzohamba

ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu

malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu
malumekazi ndibulawa nguwe
malumekazi wen’uthakatha kakhulu
[refrain]
usiphakel’ amaqatha mancinci
lenyama ithengwa nguw’, aphendlini uzohamba

[bridge]
abantwana basekhaya seberobha kangaka nje benz’wa yindlala

[outro]
malumekazi, yini malume? kanti ndibulawa nguwe
malumekazi, yini malume? mna ndibulawa nguwe

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...