kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

nathi – liziwe كلمات اغاني

Loading...

[verse 1]
sondela ntombazana
andikudelanga mntas’ ekhaya
nto nje ndiding’ ithuba
lokuba nawe, ndkubambe
mamela ntombazana
ndiphupha ngawe ndikuthanda
ende bendingaqali
ngoba kudala ndikufuna

[chorus]
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna

[verse 2]
usakhumbula ndikubiza?
usakhubula ndikulandela?
ndfun’ ukuzibika
kudala ndikufuna
kudala ndikuthanda
kudala ndikufuna
kudala ndikuzulela
kudala ndikuthanda
[chorus]
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna

[bridge]
andikhathali n0ba bathini
wen’ ungowam, ulubambo lwam
ndizochitha nnawe intsuku zobomi bam
ndiyakuthanda
andikhathali n0ba bathini
ungowam, wena ulubambo lwam
ndizochitha nnawe intsuku zobomi bam
ndiyakuthanda

[chorus]
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna
[outro]
we liziwe, ndiyakuthanda
we liziwe, ndiyakufuna

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...