kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

nathi – imibuzo كلمات اغاني

Loading...

[intro]
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo

[verse 1]
ngeliny’ ixesha sthandwa sam
kuba ngathi awulbon’ uthando lwam
ngeliny’ ixesha sthandwa sam
ndiba ngazama, awubon’ umzamo wam
kodwa xa ndingekho phambi kwakho
uyayazi kuba njani na?
kuba xa ungekho phambi kwam
ndiyayazi kuba njani k_m

[chorus]
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndingalali ebusuku

[verse 2]
usakhumbul’ uba, kukh’ izithembiso esazenzayo
phambi komfundisi nabantu?
kuba wawuthe, uzawuba nami, n0ba kunjan
ebuhleni nasebubini
ndiyamangala xa izaba nguwe lo, ofun’ uhamba
ufun’ uthath’ intozakh’ ugoduke
ndiyamangala xa izawuba nguwe lo
ufun’ ugoduka
ngenxa yoba ndingenamali
[chorus]
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndingalali ebusuku
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndingalali ebusuku

[bridge]
yeyani?
yeyani?
lemibuzo ndinayo ngawe
yeyani, yeyani na?
kutheni ndizibuza le mibuzo?

[chorus]
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndingalali ebusuku
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndizibuz’ imibuzo
uyenza b’hlung’ intliziyo yam
undenza ndingalali ebusuku

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...