musa keys & lebza thevillain – wena كلمات اغاني
mmmh mmmmh
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukuk’thanda wena
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie
oh hayi ai heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
oh hayi ai heh uyadlala wena
aii bendisithi andisoze
ndiyeke ukuk’thanda ngempela
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukuk’thanda ngempela
heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
heh uyadlala wena
ndizokushiya eh, dlala wena
heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
heh uyadlala wena
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwelele
ukudlala wena
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
ayi ayı kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayı kodwa ugcwele
ukudlala wena
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukukuthanda wena
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukuk’thanda wena mai lovie
oh hayi ai heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
oh hayi ai heh uyadlala wena
aii bendisithi andisoze
ndiyeke ukukuthanda ngempela
bendikade ndisithi andisoze
ndiyeke ukukuthanda ngempela
heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
heh uyadlala wena
ndizokushiya eh dlala wena
heh uyadlala wena
heyi uyadlala wena
heh uyadlala wena
(ndizokushiya eh dlala wena)
(dlala dlala wena)
wena (dlala dlala wena)
wena (ndizokushiya eh dlala dlala wena dlala wena)
wena (dlala wena hmm)
wena (dlala dlala wena)
wena (dlala dlala wena)
wena, wena, wena, wena
wena, wena, wena, wena
bendikuthanda wena
bendikuthanda wena
bendikuthanda wena
ayi ayı kodwa ugcwele
ukudlala wena
bendikuthanda wena
ayi ayı kodwa ugcwele
ukudlala wena
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayi kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena (wena)
bendikuthanda wena
ayi ayı kodwa ugcwele
ukudlala wena (wena)
كلمات أغنية عشوائية
- frer200 › frer200 – g.a.v كلمات اغاني
- christopher de leon › christopher de leon – can’t take my eyes off you كلمات اغاني
- six4 › six4 – don’t bring it! كلمات اغاني
- morgan tandy › morgan / tandy – escape from the citadel كلمات اغاني
- cashmo › cashmo – das ist rap كلمات اغاني
- tds › tds – fillimi i filmit كلمات اغاني
- chris webby › chris webby – go fuck yourself كلمات اغاني
- john martyn › john martyn – sweet little mystery – single version كلمات اغاني
- g eazy › g-eazy – just believe (tipping point version) كلمات اغاني
- infinite aka f l u i d › infinite aka f.l.u.i.d. – mars blackmon كلمات اغاني