kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

mandisi dyantyis – iinzingo كلمات اغاني

Loading...

[intro]
linzingo zam zaziwa ndim
ubuze baziwa ndim, kaloku
ungandiboni ndincumile ndihleka
amanxeba am aziwa ndim
ubuhlwempu baziwa ndim, kaloku
ungandiboni ndincumile ndihleka

[verse]
ukuhleka kwam nawe
akutheth’ ukub’ uyandazi mna
jong’ ezakwizigigaba
ubuze bam baziwa ndim
ukuhleka kwam nawe
akutheth’ ukub’ uyandazi mna
jong’ ezakwizigigaba
ngoba ubuze bam baziwa ndim

ukuhleka kwam nawe
akutheth’ ukub’ uyandazi mna
jong’ ezakwizigigaba
ubuze bam baziwa ndim

ukuhleka kwam nawe
akutheth’ ukub’ uyandazi mna
jong’ ezakwizigigaba
ngob’ ubuze bam baziwa ndim

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...