kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

kenza & ami faku – sihlobo sami كلمات اغاني

Loading...

[chorus: ami faku]
sihlobo sami, masiye elalini
bathi siyafuneka
ziyawa lapho
kutheni ingathi ulele?
wena uzoshiyeka

sihlobo sami, masiye elalini
bathi siyafuneka
ziyawa lapho
kutheni ingathi ulele?
wena uzoshiyeka

[refrain: ami faku]
sihlobo sami
ziyawa lapho
wena uzoshiyeka

[chorus: ami faku]
sihlobo sami, masiye elalini
bathi siyafuneka
ziyawa lapho
kutheni ingathi ulele?
wena uzoshiyeka

[verse: ami faku]
wandiyala umama wam’
wathi ndingaze ndiye
nj’oba sendilapha mna
ndonwabile mna
wandiyala umama wam’
wathi ndingaze ndiye
nj’oba sendilapha mna
ndonwabile mna
[chorus: ami faku]
sihlobo sami, masiye elalini
bathi siyafuneka
ziyawa lapho
kutheni ingathi ulele?
wena uzoshiyeka

sihlobo sami, masiyе elalini
bathi siyafuneka
ziyawa lapho
kutheni ingathi ulеle?
wena uzoshiyeka

[refrain: ami faku]
sihlobo sami
ziyawa la
sam’

[chorus: ami faku]
sihlobo sami, masiye elalini (masiye elalini)
bathi siyafuneka (siyafuneka)
ziyawa la (ziyawa la)
kutheni ingathi ulele
wena uzoshiyeka (uzoshiyeka)

[bridge]
sihlobo sami (sihlobo sam’)
(wathi ndingaze ndiye)
sihlobo sam (nj’oba sendilapha mna)
(ndonwabile mna)
wena uzoshiyeka
(wandiyala umama wam’)
wathi ndingaze ndiye
nj’oba sendilapha mna
ndonwabile mna
[outro]
wena uzoshiyeka
ziyawa la
wena uzoshiyeka

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...