ifani – iingoma ezimnandi كلمات اغاني
[intro: ifani]
ndidlalele ingom’ezimnandi
ndidlalele ingom’ezimnandi
ndidlalele ingom’ezimnandi
umamthembu uthand’ingom’ezimnandi
[verse 1: ifani]
ndikhule eblawa ndikhule ndingamazi utata
umakhulu wami ndikhule ndimubiz’ umama
undikhulisile umama, ewe undifundisile umama
ndigeza endibetha ngezandla, undilungisile umama
zange ndalibona uthando olunjeeee njenge lakho mamthembu abantu bendibona mna ndinjeee, luthando lakho mamthembu
ndikhule ndikufundela mama ndisithi ndizakubulela mama ndisithi ndizaku culela mama
izulu kodwa lakhetha ukukuthatha
[hook: ifani]
so ndiyacela yesu uzumngcine umama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi
ndiyakucela bawo uzumgcine umama
xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
[verse 2: ifani]
bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile ndicela nivul’ icilongo
okanye lama culo ase wisile
ebehamba e-ssembles of god (god) ebeyithand’ icawa
ebemthand’ uyesu and ebeyithandi inyama
ebene sitoro sakhe afihla kuso ilekese (ilekese)
xa ‘ndibona ba andikho right eb’sweni athi boy hambo thath’ ilekese ndiyathemba izulu limamkele izono zakhe zixolelwe
if zikhon’ ezishotayo
ndicel’ uzibeke k-m zonke nkosi
[hook: ifani]
ndiyaceka yesu uzumngcine umama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi
ndiyakucela bawo uzumgcine umama
xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
[bridge: ifani]
i hope uyinxibile iqhiya apho ezulwini mamthembu ungabonisi uyesu i afro yakho mhlawumbi angano mona ungabina wari mamthembu ngam ndi oright utoys ujongile esemva kwabantwan’ utoys mamthembu eey kodwa kunzima sometimes mthembu yoooh, eyyy anyway i hope uk’dlalela ingom’ ezimnandi apho cause ndiyakwazi ubuwuthand’ umculo yesu please ndiyak’cela, please yesu
[hook: ifani]
ndiyaceka yesu uzumngcine umama xe ehleli nawe uzum’dlalele ingoma ezimnandi
ndiyakucela bawo uzumgcine umama
xe ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uzum) mdlalele ingom’ ezimnandi
(uma) umamthembu uthand’ ingoma ezimnandi
كلمات أغنية عشوائية
- hilltop hoods › hilltop hoods – through the dark كلمات اغاني
- life mc › life mc – heat on a beat كلمات اغاني
- dilated peoples › dilated peoples – figure it out كلمات اغاني
- dilated peoples › dilated peoples – century of the self كلمات اغاني
- dom kennedy › dom kennedy – throw your hood up كلمات اغاني
- rick ross › rick ross – deep كلمات اغاني
- 2 chainz › 2 chainz – giuseppee كلمات اغاني
- dilated peoples › dilated peoples – opinions may vary كلمات اغاني
- kanye west › kanye west – all day كلمات اغاني
- rah digga › rah digga – storm comin’ (remix) كلمات اغاني