kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

cuebur – isoka lam كلمات اغاني

Loading...

fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam

mhh la la la la la la
pah_peh, pah pah pah pah yeh

lingcinga zam ziinzulu
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
mihla yonke
uncumo lwakho
namehlo akho, akhany’ okwe nkwenkwezi
yiii thando
und’phazamisile thando
yiii thando
ndihlala nd’cinga ngawe ngawe (lonk’ ixesha ngawe)

mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (fuman’ isoka lami)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)

kudala bendibuza
ntombazan’ uy’thathaphi
indond’ enjena (nje nga lena)
ntsuko zonke
uncumo lwam
namehlo am
akhany’ okwe nkwenkwezi
yiii thando
und’phazamisile thando
yiii thando
ndihlala nd’cinga ngawe ngawe (ntsuku zonke ngawe)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (fuman’ isoka lami)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndazе ndal’fumana)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawе)

mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (fuman’ isoka lami)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)

mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (fuman’ isoka lami)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)

mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (fuman’ isoka lami)
mna ndaze ndal’fumana, fuman’ isoka lam (ndaze ndal’fumana)
ndihlala nd’cinga ngawe (ngawe)
ndihlala nd’cinga ngawe (cinga ngawe)

fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam (soka lami)
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam
fuman’ fuman’ isoka lam

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...