kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

buhle n kayton – khawuleza mali كلمات اغاني

Loading...

[intro: buhle n & kayton]
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka

[verse 1: buhle n]
funu’thengindlu for umama
nakekela abantwana basekhaya
kdala ndifunda ndizama
kanti ifika nini lemali
uthe uzofika masfikil’iskhathi
kdala ndilindile
mali
uthe uzofika masfikil’iskhathi
kdala ndilindile
mali

funu’thengindlu for umama
nakekela abantwana basekhaya
kdala ndifunda ndizama
kanti ifika nini lemali

uthe uzofika masfikil’iskhathi
kdala ndilindile
mali
uthe uzofika masfikil’iskathi
kdala ndilindile
mali

[chorus: buhle n & kayton]
khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali
khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali

[drop: buhle n & kayton]
ohh iyafuneka ohh iyafuneka (khawuleza mali)
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka (khawuleza mali)
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka (khawuleza mali)
ohh iyafuneka ohh iyafuneka
ohh iyafuneka ohh iyafuneka (khawuleza mali)
ohh iyafuneka ohh iyafuneka

[verse 2: kayton]
sigubu monateng
banyana lefatsheng(yoh yoh yoh yoh yoh yoh)
retla swela monateng
tla swela monateng

sigubu monateng
banyana lefatsheng
retla swela monateng
tla swela monateng

(bazumbe)
sigubu monateng
(bazumbe)
banyana lefatsheng
(bazumbe)
retla swela monateng
(bazumbe)
tla swela monateng

[pre_chorus: buhle n & kayton]
uthe uzofika masfikil’iskhathi
kdala ndilindile mali
uthe uzofika masfikil’iskathi
kdala ndilindile mali

[chorus: buhle n & kayton]
khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali
mali

khawuleza mali
khawuleza mali
khawuleza mali

[outro: buhle n & kayton]
ooh iyafuneka ooh iyafuneka(khawuleza mali)
ooh iyafuneka ooh iyafuneka
ooh iyafuneka ooh iyafuneka(khawuleza mali)
ooh iyafuneka ooh iyafuneka

ooh iyafuneka ooh iyafuneka(khawuleza mali)
ooh iyafuneka

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...