kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

bongeziwe mabandla – ​isiphelo (#untitled) كلمات اغاني

Loading...

[verese 1]
ekugqibileni kwento yonke
m’na ndisakuthanda
n0ba asisekho kunye
lontw’ayitheth’ukuba sendalibala

[chorus]
amaxesha ami nawe
thina sobabini
iminyanga eyadlula
dlula ndihleli nawe

[verse 2]
mandibulele ng_nt_ yonke
ondenzele yona
m’na ndilingqina
lentliziyo yekh’ welungile
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula
ndiyak’ khumbula

[chorus]
amaxesha ami nawe
thina sobabini
iminyanga eyadlula
dlula ndihleli nawe

[outro]
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)
akwaba, akwaba (andikwaz’ ukuyeka)
akwaba, akwaba (ukuyeka, ukuyek’ ukuthanda)

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...