kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ami faku – ungowami كلمات اغاني

Loading...

[verse 1]
oh
thatha nas’ isandla sam
khawuleza, ndikhokhele kwintliziyo yakho

[pre_chorus]
andithi uyavuma (kha wenze)
wonese u’thando(kha wenze)
emphefumlweni wam, ndonwabile
ndiyaku dinga (kha wenze)
ndiyaku funa (kha wenze)
ndivakalelwe nguwe baby

[chorus]
kudala ndipheph’ uthando
kwathi kovela wena
ndabon’ uba ungowami ungowami
kudala ndipheph’ uthando
kwathi kovela wena
ndabon’ uba ungowami ungowami

[verse 2]
enyanisweni
ufana nje neenkanyezi
umsulwa k_mu
ndikhanyiselwe ngophezulu

[pre_chorus]
andithi uyavuma (kha wenze)
wonese u’thando(kha wenze)
emphefumlweni wam, ndonwabile
ndiyaku dinga (kha wenze)
ndiyaku funa (kha wenze)
ndivakalelwe nguwe baby

[chorus]
kudala ndipheph’ uthando
kwathi kovela wena
ndabon’ uba ungowami ungowami
kudala ndipheph’ uthando
kwathi kovela wena
ndabon’ uba ungowami ungowami

[bridge]
oh oh
ndikunika
ndikunike lonke

[pre_chorus]
andithi uyavuma
wonise uthando
emphefumlweni wam, ndonwabile
ndiyakudinga, ndiyakufuna
ndivakalelwe nguwe baby

[chorus]
kudala ndipheph’ uthando
kwathi kovela wena
ndabon’ uba ungowami ungowami

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...