kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ami faku – masivume كلمات اغاني

Loading...

[verse]
ixesha awunalo usolokhu ujahile ispani
ispani siyakubiza
unomi uyakhala kodwa awunandaba

[chorus]
khinimeni, khanimeni (oh khanimeni)
khinimeni, khanimeni (oh khanimeni)
masivume kaloku (masivume) masivume(masivume)
masivume kaloku (khanicingani) masivume (masivume)
masivumelane

[verse]
ixesha awunalo usolokhu ujahile ispani
ispani siyakubiza
unomi uyakhala kodwa awunandaba

[bridge]
impilo engcono ibuzwa kuni
(isemagqabini)
uthando lwenyani aluthengiswa
(nd’athemba uyandiva)
impilo engcono ibuzwa kuni
(nd’athemba uyandiva)
uthando lwenyani aluthengiswa
(nd’athemba uyandiva)
masivumelane

[chorus]
khinimeni, khanimeni (oh khanimeni)
khinimeni, khanimeni (oh khanimeni)
masivume kaloku (masivume) masivume(masivume)
masivume kaloku (khanicingani) masivume (masivume)
masivumelane

كلمات أغنية عشوائية

اهم الاغاني لهذا الاسبوع

Loading...