zolani mahola - wawundithembisile كلمات الأغنية
[intro]
weh mariah khawundive xa ndikhala
undinike ithemba ndingenalo
ndinqwenela ukudibana emhlabeni
z’undikhumbule xa ndiphambi kwakho enyameni
[chorus]
undisule ngezandla ezingcwele iinyembezi zam
undisekelele
ubuso bakho undibonise
njengoko wawundithembisile
wawundithembisile
wawundithembisile (undi thembisile)
wawundithembisile (undi thembisile)
[verse ]
xa ndicinga ngobomi bam
ngemihlola (iyahahahaaa!)
ndilusana olubomvu
ndisakhula
wawuphina, weh mariah
ndiyintlekisa?
ndiphakathi kwamadabi emimoya?
[chorus]
ndibomvu ligazi elingcwеle
intliziyo yam ilihlwili
ubuso bakho buguqukile
nangona wawundithembisilе
wawundithembisile
wawundithembisile
wawundithembisile
wawundithembisile
[verse ]
wawuvale amehlo
bexovula umzimba wam’
wawuvale iindlebe
kude kuwe izikhalo zam
khawuvule umlomo (khawuvule, khawuvule)
thethelel’ umphefumlo wam’
umphefumlo wam’
umphefumlo wam’
[outro]
weh mariah khawundive
xa ndikhala
undinike ithemba ndingenalo
ndinqwenela ukudibana ezulwini
z’undikhumbule xa ndiphambi kwakho
ngaloo mini
كلمات أغنية عشوائية
- gregory isaacs - no footstool كلمات الأغنية
- the pointer sisters - black coffee كلمات الأغنية
- steve wynn - john coltrane stereo blues كلمات الأغنية
- drk gry - lost كلمات الأغنية
- monique brumby - just like that كلمات الأغنية
- aidonia - aircraft كلمات الأغنية
- tehosekoitin - juhannusheila كلمات الأغنية
- sophia fresh - lives in da club كلمات الأغنية
- zacke - bs كلمات الأغنية
- john lennon - jerry lewis telethon كلمات الأغنية