zolani mahola - izihlangu zikamama كلمات الأغنية
[verse 1]
ziyandisokolisa ezi zihlangu ndizithengelwe ngumama
ziyandisokolisa ezi zihlangu ndizithengelwe ngumama
kodwa ndiyode ndifike
ndiyode ndifike mnta’ kamama
kodwa ndiyode ndifike
ndiyode ndifike mnta’ kamama
iyakusokolisa lentombi yakho uyithanda kangaka
iyakusokolisa lentombi yakho uyithanda kangaka
kodwa niyode nifike
niyode ndifike mnta’ kamama
kodwa niyode nifike
niyode ndifike mnta’ kamama
[chorus]
nal’ uthando emva kwendlu
nal’ uthando emva kwendlu
[verse 2]
iyandisokolisa le nkwenkwe yam ndiyithanda kangaka
iyandisokolisa le nkwenkwe yam ndiyithanda kangaka
kodwa ndiyode ndifike
ndiyode ndifike mnta’ kamama
kodwa ndiyode ndifike
ndiyodе ndifike mnta’ kamama
[chorus]
nang’ amandla emva kwendlu
nang’ amandla еmva kwendlu
[verse 3]
ziyandisokolisa ezi mbadada ndizithengelwe ngumama
ziyandisokolisa ezi mbadada ndizithengelwe ngumama
kodwa ndiyode ndifike
ndiyode ndifike mnta’ kamama
kodwa ndiyode ndifike
ndiyode ndifike mnta’ kamama
azisandifaneli izihlangu zikamama!
كلمات أغنية عشوائية
- spoon - the agony of laffitte كلمات الأغنية
- spocks beard - open wide the flood gates كلمات الأغنية
- spandau ballet - always in the back of my mind كلمات الأغنية
- siouxsie the banshees - the killing jar كلمات الأغنية
- snow - biological كلمات الأغنية
- doom - no free كلمات الأغنية
- souljahz - beneath the surface كلمات الأغنية
- my satellite - a nighttime daydream كلمات الأغنية
- diemonsterdie - barnackle كلمات الأغنية
- dismantled - straight up (paula abdul cover) كلمات الأغنية