zahara - yhini كلمات الأغنية
[intro]
kutheni ndiziva ndisisaphuselane kokwethu?
kutheni ndiziva ndisisaphuselane kokwethu?
umzimba wam uzintlaba zahlukene kolwethu?
umzimba wam uzintlaba zahlukene kolwethu?
[chorus]
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
[verse 1]
amaphiko am oph_kile
kodwa ndicela elinye ithuba
ndibhabhe khaphinde
ndiye ephakadeni oh yhini
nam nindothusile ndaziva
ndisemfuleni oh yhini
manzini ndithwebule
ingathi ndisisaphula mthetho oh yhini
[chorus]
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
[verse 2]
umkhusane uvuliwe we ma
amavez, andlebe athe nta
umkhusane uvuliwe we ma
amavez, andlebe athe nta
umkhusane uvuliwe we ma
amavez, andlebe athe nta
umkhusane uvuliwe we ma
amavez, andlebe athe nta
[chorus]
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
oh yhini yhini kokwethu?
[refrain]
helele helele hey
helele helele hey
helele helele helele
helele helele hey
كلمات أغنية عشوائية
- irwin goodman - ikuinen kapinallinen كلمات الأغنية
- before i go - the business of indifference كلمات الأغنية
- goca trzan - gluve usne كلمات الأغنية
- courtney patton - the fool كلمات الأغنية
- fez city clan - radar كلمات الأغنية
- çağrı sinci - mk ultra كلمات الأغنية
- apocalypse orchestra - the garden of earthly delights كلمات الأغنية
- girls in hawaii - overrated كلمات الأغنية
- kareem kalokoh - no caution كلمات الأغنية
- bsupreme - closer كلمات الأغنية