zahara - ndincede كلمات الأغنية
[verse 1]
andigezile ndiyimpumputhe (ngoku sendibonile)
ndingumabopha maxoyam’ (ngoku sendibonile)
ndikhuphe kwelihlazo endikulo, ayayay’
sindisa umphefumlo wami
cul’ endikulo
[chorus]
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, oh andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
[verse 2]
bawo ndince kulendawo endikuyo
bandihluk_mezile kodwa wena ukhona
bebethekile ngam’, bebenzile ngam’
ndisuse kulendawo endikuyo
bawo ndikhaphe ndingaxamazeki
izilingo zininzi, woh oh
sindisa umphefumlo wami
cul’ endikulo
[chorus]
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
[bridge]
heroes have spoken
abantu bathethile ngam’
asoze ndavuma ukubekelwa phansi, hoyo
heroes have spoken
amaqhawe athethile ngam’
vula indlela yam’, ndincede
[chorus]
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
ndincede kulendawo endikuyo
ndincede, andiziva mna
[outro]
heroes have spoken
amaqhawe athethile ngam’
vula indlela yam’, ndincede
ndincede kawundincede, kulendawo endikuyo
ndincede, mhh
كلمات أغنية عشوائية
- spina - re schiavo كلمات الأغنية
- kolorofonia - prometeusz كلمات الأغنية
- ty'jule - bullies كلمات الأغنية
- e11even - non ce n'è كلمات الأغنية
- pop x - donne povere كلمات الأغنية
- b-free - 46 كلمات الأغنية
- zetka ins - flaschendrehen كلمات الأغنية
- jonna fraser - mot كلمات الأغنية
- donguralesko & matheo - normalnie كلمات الأغنية
- monster florence - peepin' كلمات الأغنية