zahara - bomibam كلمات الأغنية
[chorus]
bomibam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomibam, ndikhokhele
ndingadaniswe
bomi bam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomi bam, ndikhokhele
ndingadaniswe
[verse 1]
uba zange unikezele ngawe
ub-mnyama bukugubungele
uth’ ujonge indlela ziyaphela
uth’ ujong’ inkwenwezi, zimpendulo
uba zange unikezele ngawe
ub-mnyama bukugubungele
uth’ ujonge indlela ziyaphela
uth’ ujong’ inkwenwezi, zimpendulo
[chorus]
bomi bam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomi bam, ndikhokhele
ndingadaniswe
bomi bam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomi bam, ndikhokhele
ndingadaniswe
[verse 2]
uba zange uphuphe ngawe
ngendlela endiphupha ng-yo
ucinge ngendlela endicinga ng-yo
uzivuselele
uba zange uphuphe ngawe
ngendlela endiphupha ng-yo
ucinge ngendlela endicinga ng-yo
uzivuselele
[chorus]
bomibam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomibam, ndikhokhele
ndingadaniswe
bomi bam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomi bam, ndikhokhele
ndingadaniswe
[outro]
bomibam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomibam, ndikhokhele
ndingadaniswe
bomi bam, ndikhokhele
ndifike kuwe
bomi bam, ndikhokhele
ndingadaniswe
ndingadaniswe
ndingadaniswe
كلمات أغنية عشوائية
- tense machine - pull the pin كلمات الأغنية
- oshima brothers - nine mile kite كلمات الأغنية
- kid the rapper - cardinal freestyle كلمات الأغنية
- 山下智久 (tomohisa yamashita) - dancer كلمات الأغنية
- eternal michii - lie to me كلمات الأغنية
- wallace henrique - how to be a man كلمات الأغنية
- all my life as ali thomas - my red golden sun كلمات الأغنية
- holly golightly & the brokeoffs - jesus don't love me كلمات الأغنية
- nóia da alucinação - warface não vão acertar كلمات الأغنية
- tokiwa - stella كلمات الأغنية