vuyina - sabela كلمات الأغنية
[verse 1]
thula ungakhali mntakamama
izinto ziyolunga ekuseni
abantu bohlala benomona
uhlel’uzibuza be kutheni
[pre_chorus]
ekhaya sikhule engekh’utata
umama usebenze iminyaka
ndikhuphe kulentlungu endikuyo
sikhuphe kulentlungu esikuyo
[chorus]
thethelela nkosi yam’
isimo siyotshintsha nini na?
thethelela bawo wam’
ndithembe wena, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
[verse 2]
sul’ezo nyembezi mntakwethu
ukhala akuncedi, sise mpini
kunzima nokunyamеzela
oh bambelela, bajongе wena
[pre_chorus]
ekhaya sikhule engekh’utata
umama usebenze iminyaka (iminyaka)
ndikhuphe kulentlungu endikuyo (yeah)
sikhuphe kulentlungu esikuyo
[chorus]
thethelela nkosi yam’
isimo siyotshintsha nini na?
thethelela bawo wam’
ndithembe wena, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
sabela, sabela
[outro]
sabela
sabela
كلمات أغنية عشوائية
- latto - big energy (clean version) كلمات الأغنية
- a.k grey - aquila كلمات الأغنية
- harry nilsson - postcard كلمات الأغنية
- teri gender bender - cortate el pelo كلمات الأغنية
- buddie (rock) - seeker كلمات الأغنية
- michajlov - štěstí vs. rozum كلمات الأغنية
- r4k45h1 - reload!!! كلمات الأغنية
- baukraft - wiskunde كلمات الأغنية
- josh urich - city lights كلمات الأغنية
- seven youth - take me away كلمات الأغنية