vuyina - isimilo كلمات الأغنية
[intro]
(tag, you’re it)
[pre_chorus]
uzungandilahli ngetarhu undiphathe
ndiya kuthembisa asoze uzisole
isimilo sami sindilahlekele
xa ndinawe asoze ndimoshakale
[chorus]
isimilo sami (isimilo sami)
sindilahlekele (sindilahlekele)
xa ndinawe (xa ndinawe)
asoze ndimoshakale (asoze ndimoshakale)
[verse]
xa kutshona ilanga
ubuyele apha k_m’
bakhona abantu abangafuni ukubona into entle
mhla ubona izimanga
ubuyele aph’ekhaya
bakhona abantu abangafuni ukubona into entle
oko ndikuzula
oko ndikufuna
oko ndilindile
sondela apha k_m’
ndithathe ndingowakho
uz’undenze msulwa
konke okwam’ ngokwakho
uz’undenze msulwa
[pre_chorus]
uzungandilahli ngetarhu undiphathе
ndiya kuthembisa asoze uzisole
isimilo sami sindilahlеkele
xa ndinawe asoze ndimoshakale
[chorus]
isimilo sami (isimilo sami)
sindilahlekele (sindilahlekele)
xa ndinawe (xa ndinawe)
asoze ndimoshakale (asoze ndimoshakale)
isimilo sami (isimilo sami)
sindilahlekele (sindilahlekele)
xa ndinawe (xa ndinawe)
asoze ndimoshakale (asoze ndimoshakale)
كلمات أغنية عشوائية
- quincy (french) - mon pote est une pince كلمات الأغنية
- the fureys - green fields of france كلمات الأغنية
- tagg (trapper) - suicide notes كلمات الأغنية
- nitro - danger كلمات الأغنية
- resurrect tomorrow - the wolf كلمات الأغنية
- nick.k - cooler than tyler كلمات الأغنية
- senamo & seyté - shifumi كلمات الأغنية
- prince lucas - back it كلمات الأغنية
- tami t - despicable كلمات الأغنية
- iiidaze - say so كلمات الأغنية