
vusi nova - zungandithembi كلمات أغنية
[verse 1: vusi nova]
why kwezintsuku akusafani njengakuqala?
lento sihlale s’xabana, why?
nam’ andiyazi baby
i’m nothing without you
every, noma kukho ilifa elimnyama
noma kungathi mas’thanda
ngicel’ ukuhlala ngingowakho (mhm oh oh oh)
sthandwa sam’ ungandithembi
mna xa ndisithi ungandithembi
[chorus: vusi nova & kelly khumalo]
sungandithembi xa ndisithi andikudingi
xa ndisithi ndingaphila
ngaphandle kwakho sube ndixoka mna
sungandithembi xandisithi kulula
ukufumana omunye onjengawe
sthandwa sam’ sube ndixoka mna
[verse 2: kelly khumalo]
oh sthandwa sam’
sometimes i say, things i don’t mean
kodwa ngiyakuthanda
ngithi hamba, kodwa angifuni uhlale nam
couse all i want is you, oh baby
noma ngithi angikufuni
kodwa inhliziyo yam’ ifuna wena
oh, oh, oh!
angisakwazi nokulala
i’m done fightin’
here i am
here i stand
take me as i am baby
[chorus: vusi nova & kelly khumalo]
sungandithembi xa ndisithi andikudingi
xa ndisithi ndingaphila
ngaphandle kwakho sube ndixoka mna
sungandithembi xandisithi kulula
ukufumana omunye onjengawe
sthandwa sam’ sube ndixoka mna
[instrumental]
[chorus: vusi nova & kelly khumalo]
sungandithembi xa ndisithi andikudingi
xa ndisithi ndingaphila
ngaphandle kwakho sube ndixoka mna
sungandithembi xandisithi kulula
ukufumana omunye onjengawe
sthandwa sam’ sube ndixoka mna
sungandithembi xa ndisithi andikudingi
xa ndisithi ndingaphila
ngaphandle kwakho sube ndixoka mna
sungandithembi xandisithi kulula
ukufumana omunye onjengawe
sthandwa sam’ sube ndixoka mna
كلمات أغنية عشوائية
- loon - between us كلمات أغنية
- loon - don't wanna die كلمات أغنية
- loon - p. diddy intro كلمات أغنية
- loon - relax your mind كلمات أغنية
- loon - story كلمات أغنية
- loon - can't talk to her كلمات أغنية
- loon - down for tiz dick كلمات أغنية
- loon - friday night كلمات أغنية
- loon - hey woo كلمات أغنية
- lonzo - ich such' mir jetzt 'ne lange كلمات أغنية