
vusi nova - xandingakuthemba كلمات أغنية
Loading...
xandingakuthemba
mhlawumbi kungalunga
mhlawumbi izinto zingalunga
phakathi kwam nawe
kodwa awuthembakali
kanti ukhula nini?
kutheni unje na?
uvuyis’ iintshaba
baby, lonto ayilunganga
lento uyenzayo
[x4]
andisazi siya phi na
andisazi konakele phi
[x2]
wen’ ufuna ntoni na?
ndikwenzela konke
ndikwenzela konke
xa ndihleli ndodwa
xa ndihleli ndedwa
ndithi andisakufuni
kuphelile!
kuphelile!
kodwa xa ndinaye
xa ndinaye
ndibanjwa luthando
ndibethwe luvalo
uliculwelimnandi eendlebeni zam
uyingoma
ndinothando ngaphakathi
oh baby
oh baby
mas’hambe ke
mas’hambe ke
mna nawe
mna nawe
mina nawe
xandingakuthemba
mhlawumbi kungalunga
mhlawumbi izinto zingalunga
phakathi kwam nawe
كلمات أغنية عشوائية
- in1end - want you here كلمات أغنية
- relic kings - hey goodnight كلمات أغنية
- paluch & chris carson - być i mieć كلمات أغنية
- golde london - they know it كلمات أغنية
- rizza - snippet 26.05.2025 #2* كلمات أغنية
- ranto - irony كلمات أغنية
- serpentx - el cap'o كلمات أغنية
- kcike - supersensiblee كلمات أغنية
- j.m.k.e. - üksteist كلمات أغنية
- signum a.d. - at the seams كلمات أغنية