vusi nova - ngoku كلمات الأغنية
[verse 1]
kutheni ndinjena?
kutheni ndiziva olu hlobo?
uthando lunjena!
without you andikwazi kuphila
usi sthandwa sam’
ungu muntu wam’
ngicelu hlale nam’ naphakade
ngoba andiyo nto mna
ngaphandle kwakho
[chorus]
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
[verse 2]
uzungandishiyi xandikudinga
ngoba imizamo yam’ yonke, ndiyenzela wena
noma uqude lufika, uzunga ndiyeki
wena uzuqine uyiqonde
ukuba ndingo wakho
[chorus]
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
ndicel’ undithande ngoku
nangomso naphakade
uzungandishiyi
ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
كلمات أغنية عشوائية
- marvin dolo - dope ass individual كلمات الأغنية
- leno banton - classic كلمات الأغنية
- elijah amir - firewalker (tbc...) كلمات الأغنية
- kerser - we the type كلمات الأغنية
- ever - baths are depressing once the water gets cold كلمات الأغنية
- vixagedon - po dwudziestym كلمات الأغنية
- seeming - holy fire كلمات الأغنية
- john langstaff - children, go where i send thee كلمات الأغنية
- mateo sun - faucet كلمات الأغنية
- lemoncello - mantlepiece كلمات الأغنية