vusi nova - ndikuthandile كلمات الأغنية
thatha, nants’intliziyo yam
thatha nal’uthando lolwakho
thatha nants’intliziyo yam
zuyiphathe njengeqanda
standwa andenzi ngabom
ndiyaz’thandela apha kuwe
heeybo andenzi ngabom yooh
ndicel’
ndikuthandile standwa sam
ngentliziyo yami yonke
nditsh’ythando endinalo
soze luphele x2
indlela ondithanda ngayo
kukhw’indlela ondibamba ngayo
baby indlela ondijonga ngayo
baby iyandigqiba yeah
standwa andenzi ngabom yeah
andiphathwa n-z-ntloni
xa ndifun’ukbamba, ndifun’ukuk’thanda
ngaske lingatshoni
ndikuthandile standwa sam
ngentliziyo yami yonke
nditsh’uthando endinalo
soze luphele
uthath’umphemfumlo wam
thulisile, ebusuku nemini
ndiphupha ngawe x2
ndikuthandile(ndikuthandile)standwa sam
ngemtliziyo yami yonke
nditsh’uthando (nditsh’uthando)endinalo
soze luphele x2
end…
كلمات أغنية عشوائية
- bipolar sunshine - easy to do كلمات الأغنية
- d. knight - almost there كلمات الأغنية
- steel panther - it won't suck itself كلمات الأغنية
- sheen skaiz - miss me كلمات الأغنية
- kids learning tube - jupiter كلمات الأغنية
- adamaneven - heart of the bush (ft. lotto, slaka pat & gunna) كلمات الأغنية
- g9 - trouble كلمات الأغنية
- zavion - the boys كلمات الأغنية
- giag700 - cena كلمات الأغنية
- traitors - medicine كلمات الأغنية