
tlr dezz - mamela كلمات أغنية
oh my god tlr dezz hahaha
life is so hard but i’m hustling
bazama undiwisa bona left and right ngoku itsalile
bandibuza bonke ndenze njanii
mna vele ndithandaze i get down on my knees
life is so hard but i’m hustling
bazama undiwisa bona left and right ngoku itsalile
bandibuza bonke ndenze njanii
mna vele ndithandaze i get down on my knees
life is so hard ndizophusha ndinde ndiphumelele
life is so hard banye bathi ixesha ngeke ndilenze
bona baziqhatha vele ndibayeke mna bazigqibele
bahleba ngam oyhini mdala khothethelеle
mamela ndakxelеla
andifunu khwaza ndiyakuhlebela
kudala bona bethetha
hai jonga ngoku thesha
kudala befunu kwazi ukuba mna ndenze njani
suk’apha khovul’indlebe ndithi kuwe mna sani
mamela
mamela
mamela
just play this song nawe uzozivela
life is so hard but i’m hustling
bazama undiwisa bona left and right ngoku itsalile
bandibuza bonke ndenze njanii
mna vele ndithandaze i get down on my knees
life is so hard but i’m hustling
bazama undiwisa bona left and right ngoku itsalile
bandibuza bonke ndenze njanii
mna vele ndithandaze i get down on my knees
life is so hard but i’m hustling
bazama undiwisa bona left and right ngoku itsalile
bandibuza bonke ndenze njanii
mna vele ndithandaze i get down on my knees
كلمات أغنية عشوائية
- tobias rahim - toget كلمات أغنية
- waterbaby (swe) - airforce blue كلمات أغنية
- nour khan - ala el hady | على الهادي كلمات أغنية
- disown - no conclusion كلمات أغنية
- eaz - juicy كلمات أغنية
- darewin - yiny rano كلمات أغنية
- pizza & zivert - залипательно (sticky) كلمات أغنية
- danneloyd - trap god (remix) كلمات أغنية
- áron andrás - high blues كلمات أغنية
- lon3r johny & plutonio - uhlalala كلمات أغنية