
thesis za - iintloni lyrics
iintloni mna, zakhe zandakha mna
ndaze nda kuba ndedwa, zandi tyumza
phakathi kwabantu, eziinkundleni za madoda
ndakhe ndaziva, ndi ngumntu
ndi nge nguye
ngoko khaw’ndi xelelele
wakhe way’bona ‘ni’ntwe nje ngale
intomb’ ihamba nje ngo mfazi
inge nguye x 2
baya ndi phendulisa, baya ndi sokolisa mna
kant’and’zelanga lento bona nje
ndize ‘kuz’ijabulisa x2
ngoko wena, zange way’bona na
intomb’ehamb’uku zazi, ndi yinkosazana (ndive, ndi mdala)
ngoko wena (ndive, ndi mdala)
zange way’bona na (ndive, ndi mdala)
intomb’ehamb’uku zazi (ndive, ndi mdala)
ndi yinkosazana (ndive, ndi mdala)
ndive ndi mdala, ndive ndi mdala, ndive ndi mdala
uzi vul’iindwendwe, emzini ka yise no nina
bemana bek’khombha nge minwe, abanye baya ku gxelesha
ngoko khaw’ndixelele, wakhe way’bona ‘ni’ntwe nje ngale
intomb’ ihamba nje ngo mfazi
ngob’uyi nkosazana
ngoko wena, zange way’bona na
intomb’ehamb’uku zazi, ndi yinkosazana (ndive, ndi mdala)
ngoko wena (ndive, ndi mdala)
zange way’bona na (ndive, ndi mdala)
intomb’ehamb’uku zazi (ndive, ndi mdala)
ndi yinkosazana (ndive, ndi mdala)
ndive ndi mdala, ndive ndi mdala, ndive ndi mdala
iintloni mna, zakhe zandakha mna
ndaze nda kuba ndedwa, zandi tyumza
phakathi kwabantu, eziinkundleni za madoda
ndakhe ndaziva, ndi ngumntu
ndi nge nguye
ngoko khaw’ndi xelelele
wakhe way’bona ‘ni’ntwe nje ngale
intomb’ ihamba nje ngo mfazi
inge nguye
ngoko khaw’ndi xelelele
wakhe way’bona ‘ni’ntwe nje ngale
intomb’ ihamba nje ngo mfazi
inge nguye
كلمات أغنية عشوائية
- puertorican migo - flex for the mob lyrics
- rymz - cercueil lyrics
- the syncope threshold - i, harlequin: dissolution lyrics
- the connells - what do you want? lyrics
- claridad - llueven lyrics
- hladno pivo - messi lyrics
- panic lift - awake lyrics
- david byrne - god's child (live) lyrics
- picturehouse - god won't mind lyrics
- hladno pivo - kirbaj i kotlovina lyrics