the soil (sa) - nonzwakazi كلمات الأغنية
nonzwakazi
in-ba uyazi
ndikuthulela umnqwazi
ubuhle bakho bundigqiba amazwi
[chorus]
ekhaya bakubonile nyhani
bakubonile ngawe
bandibuzile ndimamele!
nonzwakazi ndikuthandile
ndibona mna nawe
nonzwakazi sesitshatilehe
hay ubuhle bakho nonzwakazi
benze ndoda ithuke ingazazi
hayi ugcwele ingcina zalomjita
mbelukazi mna ndiyazfela
ndibona sithsatile mna nawe
ndibona sinosapho mna nawe
we nonzwakazi sthandwa sam
thatha nalo lwakwa
nalu thando lwami
[chorus]
ekhaya bakubonile nyhani
bakubonile ngawe
bandibuzile ndimamele!
nonzwakazi ndikuthandile
ndibona mna nawe
nonzwakazi sesitshatile
kantu nje ma uvuyile
amehlo avela agcwalu thando
kantu nje xa uvuyile?
unc-mo lwakho lutsho ngaphakathii
nonzwakazi ndikuthandile
nyhani ndikuthandile
ndibona mna nawe sesitshatile
ixesha lifikile kudala ndilindile
nozwakazi kudala ndikulindilee
[chorus]
ekhaya bakubonile nyhani
bakubonile ngawe
bandibuzile ndimamele!
nonzwakazi ndikuthandile
ndibona mna nawe
nonzwakazi sesitshatile
aow ubuhle obungaka
ndakwethelwa ngabadala helele
please utshele ubaba nomama
awhuu sengifuna ukukuthsata helele
nonzwakazi helele
nonzwakazi
in-ba uyazi
ndikuthulela umnqwazi
ubuhle bakho bundigqiba amazwi
helele
nonzwakazi helele
nonzwakazi hololo
nonzwakazi helele
كلمات أغنية عشوائية
- a.d. carson - grading on a curve كلمات الأغنية
- champaign - whiplash كلمات الأغنية
- early eyes - sunrise كلمات الأغنية
- upsahl - smile for the camera كلمات الأغنية
- kiama - beautiful world كلمات الأغنية
- the winery dogs - the bridge كلمات الأغنية
- louverture - ice type كلمات الأغنية
- kpoint - case d كلمات الأغنية
- the comfort - closure كلمات الأغنية
- triggatrey4real - gravity كلمات الأغنية