thandiswa mazwai - ndiyahamba كلمات الأغنية
[chorus]
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba, heyi!
ndiyahamba, ndiyahamba, ndiyahamba, hamba, hamba, hamba
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba, heyi!
ndiyahamba, ndiyahamba, ndiyahamba, ooh
[verse 1]
ndixakekile. ndixakekile
ndibona izimanga
ntliziyo yam isoloko ibuhlungu
ngemihlola ngemihlola apha emhlabeni
[chorus]
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba
ndiyekeleni ndiyahambambambambamba, heyi!
ndiyekeleni ndiyahamba, ndiyahamba, ndiyahamba, ooh

ndiyekeleni, ndiyemka
ndiyekeleni, ndiyemka
ndiyekeleni, ndiyemka
كلمات أغنية عشوائية
- beslik meister & matt mendo - jederzeit كلمات الأغنية
- maruchi - asc0rb1c / h0ri كلمات الأغنية
- amal maher - eteqy rabena feya | اتقى ربنا فيا كلمات الأغنية
- marcus hook roll band - people and the power كلمات الأغنية
- pocky red & 52blue - rockstars sterben jung كلمات الأغنية
- cherry - fentanyl كلمات الأغنية
- pranav.wav - kill the elephant in the room كلمات الأغنية
- oddish - selva كلمات الأغنية
- freezepop - side effects كلمات الأغنية
- riders & circuit rider music - without you كلمات الأغنية