kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

thandiswa mazwai - ndilinde (live) كلمات الأغنية

Loading...

[intro]
he he ha he
he ah eh
i hee ah

[verse 1: thandiswa mazwai]
soze ndilibale
imini esadibana ng_yo
nendlela owawung_yo soze
oh, umphefumlo wam’
ndithi zola nhliziyo
zola nhliziyo yam

[chorus: thandiswa mazwai]
oh ndilinde, ndilinde
ndilinde mfoka bawo
oh, ndilinde, ndilinde
ndilinde mfoka bawo

oh ndilinde, ndilinde
ndilinde mfoka bawo
oh, ndilinde, ndilinde
ndilinde mfoka bawo

[verse 2: tsepo tshola]
kea hopola, nkeke ka lebala
mokhoa oo re kopaneng ka ona
hey, ao helele!
moya waka, moya waka, iyoh!
kokobetsa, kokobetsa pelo ea hao
[chorus: tshepo tshola]
oh ndilinde, ndilinde
ndilinde s_n_lwam
ndilinde, ndilinde
ndilinde s_n_lwam
ndilinde, ndilinde
ndilinde s_n_lwam

[verse 3: thandiswa mazwai & tshepo tshola]
iza nam’
khawu hambe baye
thetha naye, bonisane naye
mina nawe (mina nawe)
kude, kude (kude, kude)
sithandana
kuze, kuse (kuze, kuse)
[?]

[chorus: thandiswa mazwai & tshepo tshola]
oh ndilinde, ndilinde (ndilinde)
ndilinde mfoka bawo
oh oh oh ndilinde (ndilinde)
ndilinde, ndilinde (ndilinde)
ndilinde mfoka bawo
oh ndilinde, ndilinde
ndilinde mfoka bawo
[outro]
he he ha he
he ah eh
i hee ah

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...