test ntsini - inene كلمات الأغنية
intro
tyhoo! intle indalo. thixo! udaliwe
ndomqala ngaphi? ndimqale ngaphi na bethu?
verse 1
kowu sisiza, lonto uyand’cokisisa rhoqo und’betha ndiyoxela ng_yo yonke imihla/
okok’cikizwa, kunzima ukukujongisisa hlobo ondiphandla ngalo ngawo lhoowomkhitha/
ikucacele, intliziyo ikuthambele/
iz’cacele, kusisi lo iz’thandele/
kwamhlamnene, usisi lo udalelwe/
ukuba aqhamele, k_mzi woohlamba ngobubende/
ayisos’dima, liqobokazana laseafrika/
akhoncwina, liqobo qha qwaba waaqingqwa/
z’bongo ziphi na? ngophotho namthanyane ndantswinya/
..eish, molokazana kamamzima/ pewu!
andifun’uxoka, intliziyo yaachonga yagqiba/
akukho nokrokra, lona iliso laajonga lagqiba/
lathi lakubona kw_ngqina, kwanomoya ngokuzinza/
wena walelona bhinqa, elingandonga ndisifa/
hook
tyhooo! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
eeeih! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
vеrse 2
khandithi nqaku, sihambe mntase incinci lеndawo/
mayindize ibaloon, sicande kahle kwizithili zothando/
intliziyo ingatsho, eneneni ikunikile uthando/
ungqiniwe mntwanomntu, ayithetheki imincili endinayo/
uzivulile iingcango, undamkelile entliziyweni yakho/
undinikile uthando, ingaba yintoni enye endiyiding_yo/
bendinxaniwe entlango lufike lw_ngamanzi olwakho uthando/
bendilambile luphango, lujike lw_ngamasi olwakho uthando/
andifun’uxoka, intliziyo yaachonga yagqiba/
akukho nokrokra, lona iliso laajonga lagqiba/
lathi lakubona kw_ngqina, kwanomoya ngokuzinza/
wena walelona bhinqa, elingandonga ndisifa/
hook
tyhooo! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
eeeih! inene inene nguye lho uqobo undiqala ayondigqiba akanamati kulobhuti lo/
lho! akanamati kulobhuti bo/
undiqala ayondigqiba ngaphakathi kutsho kuthi ncooo/
كلمات أغنية عشوائية
- blacktop mojo - as the light fades كلمات الأغنية
- däli däde - garaş biraz (aşgabat) كلمات الأغنية
- something or other - crawl back to me كلمات الأغنية
- kayko - gives you hell كلمات الأغنية
- pellegrino & zodyaco - uè uagliò (via da qua) كلمات الأغنية
- ernie haase & signature sound - as for me and my house كلمات الأغنية
- mindless self indulgence - on it (assemblage 23 mix) كلمات الأغنية
- theра3ное - psycho كلمات الأغنية
- gonzalo hermida - a mi primero كلمات الأغنية
- yamada finesse - seikatsu كلمات الأغنية