sun-el musician - mandinaye كلمات الأغنية
[verse 1: ami faku]
hayi andizenzi mfethu
nkathalo itshon’ emuva
ilandwa inkolo yami
yokuthi ndileqiphupha elinguwe
k_milizwe kufika wena
nomphefumlo uphela mandla
ndimelwe intliziyo, nenqondo, nesmilo
[chorus: ami faku]
mandinaye, inkathalo ivele iphel
mandinaye empliweni yami
kufika imincumo yabambe kanzima
konwaba nabazali bathi nam’ ndinaye
mandinaye, inkathalo ivele iphel
[refrain: ami faku]
[instrumental]
[verse 2: ami faku]
hayi andizenzi mfethu
nkathalo itshon’ emuva
ilandwa inkolo yami
yokuthi ndileqiphupha elinguwe
k_milizwe kufika wena
nomphefumlo uphela mandla
ndimelwe intliziyo, nenqondo, nesmilo
[chorus: ami faku]
mandinaye, inkathalo ivele iphel
mandinaye empliweni yami
kufika imincumo yabambe kanzima
konwaba nabazali bathi nam’ ndinaye
mandinaye, inkathalo ivele iphel
[refrain: ami faku]
[instrumental]
كلمات أغنية عشوائية
- daniil sfx - кроты - хомяки (kroti - homyaki) كلمات الأغنية
- kiave - 6 sens(e)i كلمات الأغنية
- nerone - mezza siga كلمات الأغنية
- subcarpați - păi nu-i doamne vina mea كلمات الأغنية
- lilmario_sc - jaiden animations rule34 (prod.mol$) كلمات الأغنية
- guè pequeno - oro e diamanti - animalsons remix كلمات الأغنية
- abama clan - секта звука (sect of sound) كلمات الأغنية
- bomethius - my clementine كلمات الأغنية
- jallow - romeo كلمات الأغنية
- ramatam - ask brother ask كلمات الأغنية