sino msolo - ndise ndleleni كلمات الأغنية
Loading...
ndisendleleni
(ndisendleleni) mama
(ndisendleleni ndisendleleni)
(ndisendleleni) mama
ndenza futhi ukuy’ ezilalini
ndayikhomb’ itexi ndayibangisa edolobheni
apho ndiyodaqakel’ ibhasi
ndayikhomba eya egautini
mhh ndisesendleleni
ndibonise ndizikhanye ubuhle bazo mhh
ndithe ndifika
hayi ndabon’ ukba hayibo lelo lindifanele
ndithe ndifika
hayi ndabon’ ukba hayi ndingowa lapho
ndahlala jo
hayi ndabon’ ukba hayi ndingowa lapho
ndahlala jo
hayi ndabon’ ukba
ndisendleleni
(ndisendleleni) mama
(ndisendlеleni) ndisendlelеni
(ndisendleleni) mama
ewe ndandine phupho
andise ngomntwana loko ndandikhule
nam ndikwazi ukwenz’ umculo
kwakuliphupho lam oko
ndisendleleni
(ndisendleleni) mama
(ndisendleleni) ndisendleleni
(ndisendleleni) mama
كلمات أغنية عشوائية
- kyle lionhart - never was كلمات الأغنية
- shoo - 808 كلمات الأغنية
- pierre lapointe - la sexualité كلمات الأغنية
- cell - null كلمات الأغنية
- moisson livide - quo ruit et letum كلمات الأغنية
- huh - 잠실살자 (live in jamsil) كلمات الأغنية
- minisex - spiele mit den ufos كلمات الأغنية
- thomas mraz - суббота (saturday) كلمات الأغنية
- lost dakota - falling (for you) كلمات الأغنية
- živkica miletić - šta sam sebi dozvolila كلمات الأغنية