
simphiwe dana - ndim iqhawe - pt. 1 كلمات أغنية
[verse 1]
ndim lo ndim iqhawe
iqhawe
ntsikiz’ eyonzakeleyo amaphiko
ndim ndoyidiliza lentaba
ndofa ndizama
ukuphila obenzolo nzolo
ndim lo ndim ndiliqhawe
iqhawe
qhawe elonzakeleyo
zubhale ngam
ndimlo ndim oze kanye
phambi kwakho
ndim lo ndoyidiliza lentaba
ndiwelele
ndiwelele, ndiwelele, ndiwelele
ndiwelele, ndiwelele, ndiwelele
ndiwelele
[chorus]
ndim lo ndim
ndim lo wanele
ungandibambezeli
ndim owanele
ndim lo ndoyidiliza lentaba
ndiwelele
[verse 2]
ndiza
ndiza
ndophuncuka ndi
bhabhe ndontinga ndim iqhawe
ndiza
ndiza
ndiza
ndophuncuka ndi
bhabhe ndontinga ndim iqhawe
ndibhabhe
hay
wandinikelan’ amaphiko yeye
gqib’ undifak’ emgodini
woyeyeye
wandiyekelani ndatshona
undinikelan’ amaphiko
undinikelani
xa ungafuni ndiwasebenzise
undinikelan’ amaphiko (ndiwelele)
xa ungafuni ndiwasebenzise
ndiwelele ndiwelele he e e
ndiwelele he e e
[chorus]
ndim lo ndim
ndim lo wanele
ungandibambezeli
ndim owanele
ndim lo ndoyidiliza lentaba
ndiwelele
كلمات أغنية عشوائية
- fred hammond - face it all كلمات أغنية
- fred hammond - easier كلمات أغنية
- fred hammond - my lady and myself كلمات أغنية
- fred hammond - one more try كلمات أغنية
- fred hammond - better love كلمات أغنية
- fred hammond - i feel good كلمات أغنية
- fred hammond - you never turned كلمات أغنية
- fred hammond - love song to the lamb كلمات أغنية
- the fray - heartbeat كلمات أغنية
- the fray - turn me on كلمات أغنية