ringo madlingozi - ufikile ekuseni كلمات الأغنية
wolo, wolo, mama
yelele, yelele
yololo, yololo mama
ngek’ umbone enengxolo
ngek’ umbone emosh’ abantu
ngek’ umbone exakile
ngek’ umbone emosh’ abantu
uzombona ehleka ngothando ngaphakathi nangaphandle
eziculela ingoma yakhe ayithandayo, ayithandayo
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
khawuzobona uxolo
khawuzobona uthand’ abantu
khawuzobona upholile
khawuzobona uthand’ abantu
zombona ekunika imbeko ekhazimlayo maxesha onke
eziculela ingoma yakhe ayithandayo, ayithandayo
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yele mama)
ndithi yelele (ndithi yele, yelele mama)
ufikile ekuseni
uva ngabantu, ngumntu wabantu (ngumntu wabantu)
ufikile ekuseni
uva ngabantu, uzozibonela (uzozibonela)
ufikile ekuseni
uva ngabantu, ngumntu wabantu (uthand’ abantu)
uvile na?
ufikile ekuseni
uva ngabantu, uzozibonela (uzozibonela)
wolo wolo, mama (ooo wooo ooo)
wele wele (ooo wooo ooo)
wolo wololo, mama (ooo wooo ooo)
wele wele (ooo wooo ooo)
wolo wololo, mama (ekuseni)
wele wele (ooo wooo ooo, umntu wabantu)
wolo wololo, mama (ooo wooo ooo)
wele wele (ooo wooo ooo)
wolo wololo, mama (ooo wooo ooo)
wele wele (ooo wooo ooo)
wolo wololo, mama (ooo wooo ooo)
wele wele (ooo wooo ooo)
كلمات أغنية عشوائية
- gecko (fr) - feu sacré كلمات الأغنية
- 914 hurricane - operation brakeout كلمات الأغنية
- beatghosts - you own my heart كلمات الأغنية
- victor collins - happy endings كلمات الأغنية
- vii arc - thanatophobia كلمات الأغنية
- sutzz - listen! كلمات الأغنية
- hinos de cidades - hino de sooretama كلمات الأغنية
- tommy engel - hypochonder كلمات الأغنية
- mr noir - heart is confused كلمات الأغنية
- amber (fra) - sous l’averse كلمات الأغنية