kalimah.top
a b c d e f g h i j k l m n o p q r s t u v w x y z 0 1 2 3 4 5 6 7 8 9 #

ringo madlingozi - ndiyazinikela كلمات الأغنية

Loading...

ewe, ndiyazinikela kul’ uthando lwakho
ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
sohlulwa kukufa
umlembelel’ ongapheliyo
kodwa dali, ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

[verse 1]
mhlambe besingafanelani
akusenani
akub’hlungw_nga
‘nto nje akwaba bese ndise luthandweni
njengasek’qaleni

[chorus]
ndikhumbul’ uthand’ olunothando
inzond’ enenzondo
izethembis’ ezoph_kileyo
ukulind’ okungapheliyo
ewe, ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
sohlulwa kukufa
umlembelel’ ongapheliyo
kodwa dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

[verse 2]
wawutshilo wathi zang’ uthande mntu
ewe, lwaphela kudala
‘nto njе ndim ongakholwayo
akwaba bendise luthandweni
njеngasek’qaleni
mhlambe besingafanelani
akusenani, andikhathali
akwaba bendise luthandweni
njengasek’qaleni

[chorus]
ndikhumbul’ uthand’ olunothando
inzond’ enenzondo
izethembis’ ezoph_kileyo
ukulind’ okungapheliyo
ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
sohlulwa kukufa
umlembelel’ ongapheliyo
kodwa dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho

ndikhumbul’ uthand’ olunothando
inzond’ enenzondo
izethembis’ ezoph_kileyo
ukulind’ okungapheliyo
ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

ndikhumbul’ amazw’ angekhoyo
sohlulwa kukufa
umlembelel’ ongapheliyo
kodwa dali ndiyazinikela enhliz’yweni yakho
oooh
aaaah
ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho
oooh
aaaah
ewe ndiyazinikela kul’ uthando lwakho

كلمات أغنية عشوائية

كلمات الأغاني الشهيرة

Loading...